Qathule

Ndiphupha umuntu wam elila
Ebengathi uzongibona etrongweni
Bendibotshiwe ngama chain
Uthi kakade wen uzakukhula nini
Ndithe xa ndizakuphendula
Ndavul' amehlo ndavuka ebuthongweni
Mandivuke ndithandaze nkosi ujesu
Nkosi uzubenabo abobantu
Basemumnyameni

Ndidlulile ndidlulile
Bobu bumi mna ndidlulile
Ndiwaqathulile lo machain
Aqathukile aqathukile lomachain
Nana aqathukile lomachain
Nana aqathakile lomachain
Aya aqathukile
Aqathukile aqathukile lomachain
Mna ndingumakade ndedwa
Kwada kwakhokha nezkhwehla zam
Kodwa yonke imihla xa ndizakulala
Andilibali ukathandaza
Ngoba ayikho into yamahala kobu obomi
Yonke into siyayibhadalela
Xa sibona abantu abadala
Asiphozisi maseko sibabonise intobeko
Ismilo nempilo imbeko ayibolekwa

Ndidlulile ndidlulile
Bobu bumi mna ndidlulile ndidlulile
Ndiwaqathulile lo machain
Nanamhlanje aqathukile aqathukile
Aqathukile lomachain
Nanamhlanje aqathukile aqathukile
Nanamhlanje aqathukile lomachain lomachain
Nanamhlanje aqathukile lomachain
Nanamhlanje aqathukile aqathukile
Nanamhlanje aqathukile aqathukile

Aqathukile aqathukile
Mama Aqathukile lomachain
Aqathukile aqathukile
Mama ndiwaqathulile lomachain

Mna ndidlulile ndidlulile
Mama ndidlulile ndidlulile
Aqathukile aqathukile
Mama ndiwaqathulile mina lomachain
Aqathukile aqathukile
Mama Aqathukile lomachain
Ndiwaqathulile aqathukile
Mama Aqathukile lomachain

Músicas mais populares de Nathi

Outros artistas de Afro-soul