Noba Ngumama

Nathi

Mna ndizondwa ngabantu
Ndizondwa ngumakhelwane
Andazi ba ndenzeni na kumakhelwane heyi
Mna ndizondwa ngabantu
Ndizondwa ngumakhelwane
Andazi ba ndenzeni na kumakhelwane

Khanibizeni noba ngumama
Azondikhulula ndisemzini wengxoxa
Khanibizeni noba ngumama
Azondikhulula ndisemzini wengxoxa
Bayandityhola ababantu mna
Bathi ndiqhekezile Emzini wengxoxa
Bayandityhola ababantu mna
Bathi ndiqhekezile Emzini wengxoxa
Khanibizeni noba ngumama
Azondikhulula ndisemzini wengxoxa
Khanibizeni noba ngumama ha
Azondikhulula ndisemzini wengxoxa

Ndike ndabiza ngamagama wonke
Ndabizwa nangebhantinti
Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu
Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu
Ndabizwa ngoguluva
Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu

Khanibizeni noba ngumama ha
Azondikhulula ndisemzini wengxoxa
Khanibizeni noba ngumama ha
Azondikhulula ndisemzini wengxoxa
Khanibizeni noba ngumama ha
Azondikhulula ndisemzini wengxoxa
Khanibizeni noba ngumama ha
Azondikhulula ndisemzini wengxoxa

Mna ndizondwa ngabantu
Ndizondwa ngumakhelwane
Andazi kuba ndenzeni na kumakhelwane

Curiosidades sobre a música Noba Ngumama de Nathi

Quando a música “Noba Ngumama” foi lançada por Nathi?
A música Noba Ngumama foi lançada em 2015, no álbum “Buyelekhaya”.

Músicas mais populares de Nathi

Outros artistas de Afro-soul