Msamariya

Ewe ewe
Ewe (Ewe kaloku nje)
Ewe ewe
Ewe (Makube mnandi)

Ewe ewe
Ewe (Ewe kaloku nje)
Ewe ewe
Ewe (Makube mnandi)

Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)

Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)

Jika lamanzi abe yi wine
Makabe yi wine
Jika lamanzi abe yiwine makabe yiwine makabe emnandi (Ndichithele ngamanzi)
Jika lamanzi abe yiwine (Ndilibale ngazi ingxaki zam)
Jika lamanzi abe yiwine makabe yiwine makabe emnandi

Jika ilitye libe yimali
Jika ilitye libe yimali makube mnandi
Jika ilitye libe yimali
Jika ilitye libe yimali makube mnandi

Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)

Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)

Ewe ewe (Yebo)
Yebo (Ewe kaloku nje)
Ewe ewe (Yebo)
Ewe (Makube mnandi)

Ewe ewe (Yebo)
Ewe (Ewe kaloku nje)
Ewe ewe (Yebo)
Ewe (Makube mnandi)

Zojiku waya waya
Abanye baze bayolala (Ewe kaloku)
Zojiku waya waya
Kuyoze kuphum'ilanga (Makubemnandi nje)

Zojiku waya waya
Abanye baze bayolala
Zojiku waya waya
Kuyoze kuphum'ilanga

Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)

Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)
Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe)

Ewe ewe (Yebo)
Yebo (Ewe kaloku nje)
Ewe ewe (Yebo)
Ewe (Makube mnandi)

Ewe ewe (Yebo)
Ewe (Ewe kaloku nje)
Ewe ewe (Yebo)
Ewe (Makube mnandi)

Zojiku waya waya
Abanye baze bayolala
Zojiku waya waya
Kuyoze kuphum'ilanga

Zojiku waya waya
Abanye baze bayolala
Zojiku waya waya
Kuyoze kuphum'ilanga

Músicas mais populares de Nathi

Outros artistas de Afro-soul