Mama

Mama ubuhle bakho
Abupheli mama
Ndithembe wena
Kukho konke emhlabeni

Ulonwabo lwam
Ngundoqo kuwe mama
Ndiyazidla ngawe

Ndiyazidla ngawe (Mama)
Noma bengathini na mama ndiyazidla ngawe (Ngobuhle mama)
Oh ngobuhle mama (Nguw'uNumber One)

Undibonisile indlela mama (Mama)
Undibonisile indlela (Ngobuntu mama)
Oh ngobuntu mama (Nguw'uNumber One)

Mama ubuhle bakho
Abupheli mama
Ulonwabo lwam
Ngundoqo kuwe aw mama
Ndiyazidla ngawe

Ndiyazidla ngawe (Mama)
Noma bengathini na mama ndiyazidla ngawe (Ngobuhle mama)
Oh ngobuhle mama (Nguw'uNumber One)

Undibonisile indlela mama (Mama)
Undibonisile indlela (Ngobuntu mama)
Oh ngobuntu mama (Nguw'uNumber One)

Undikhanyisele indlela (Mama)
Mama undikhanyisele indlela (Ngomusa wakho)
Oh ngomusa mama (Nguw'uNumber One)

Noma bengathini na mama (Mama)
Mama ow noma bengathini na mama (Ngothando lwakho)
Oh ngothando mama (Nguw'uNumber One)

Noma bengathini na mama (Mama)
Mama noma bengathini na mama

Músicas mais populares de Ringo Madlingozi

Outros artistas de R&B