Abayane Bayawela

Ndodana yami (Edukileyo buyela kimi ekhaya)
(Ndodana yami edukileyo buyela kimi ekhaya)
Ndodana ndodana (Ndodana yami edukileyo buyela kimi ekhaya)

Ndimile ndimile (Ndimile apha eJolitha)
Ejolitha (Abanye bayawela)
Ndimile ndimile (Ndimile apha eJolitha)
Ejolitha (Abanye bayawela)

Ndimile umzuzwana (Ndimile apha eJolitha)
Ejolitha (Abanye bayawela)

Abanye baya ngalena
Abanye baya ngalena (Abanye bayawela)
Abanye baya ngalena
Abanye baya ngalena (Abanye bayawela)

Abanye bemile bavul’ izono zabo (Abanye bayawela)
Abanye bemile bavul’ izono zabo (Abanye bayawela)

Ndicede nkosi ndiwel’ umula uJornane (Abanye Bayawela)
Khawundicede nkosi yezulu ndiwel’ umula uJornane (Abanye Bayawela)

Ndimile ndimile (Ndimile apha eJolitha)
Ejolitha (Abanye bayawela)
Ndimile ndimile (Ndimile apha eJolitha)
Ejolitha (Abanye bayawela)

Curiosidades sobre a música Abayane Bayawela de Zoo Loo

Quando a música “Abayane Bayawela” foi lançada por Zoo Loo?
A música Abayane Bayawela foi lançada em 2013, no álbum “Gospel Traditions - A Tribute To Our South African Stars”.

Músicas mais populares de Zoo Loo

Outros artistas de