Iphupha

Lilo eli phupha
Ngaliphiwa ngu mama
Oh lilo eli phupha
Ngaliphiwa ngu mama
Ndikumila kunjena
Ndiwiniwe ngu mama
Ndikumila kunjena
Ndiwiniwe ngu mama

Asibuyeleni emva
Bakhona abalawula amaphupha
Batshilo kuzi inkosazana
Inkosazana ethile
Yakumila kwethemba kubanye
Ndigqugquzela kungenxa yephupha lami
Batshilo kunesagqigqana
Sithi kuzintsikelelo
Sithi izibele zijuliwe
Enkosi ndiyabulela huyeyeni bo

Oh lilo eli phupha
Ngaliphiwa ngu mama
Oh lilo eli phupha
Ngaliphiwa ngu mama
Ndikumila kunjena
Ndiwiniwe ngu mama
Ndikumila kunjena
Ndiwiniwe ngu mama

Oh lilo eli phupha
Ngaliphiwa ngu mama
Oh lilo eli phupha
Ngaliphiwa ngu mama
Ndikumila kunjena
Ndiwiniwe ngu mama
Ndikumila kunjena
Ndiwiniwe ngu mama

Ndithi kusoduka
Nam ndifuna awam amathamsanqa
Uweni bo
Intlanga nenltanga ziyandibiza
Uyeyeni bo
Ndizobopha amaxonya ami
Ndibe sendleleni
Ndicela kuni nindibonis' indlela
Batshilo inyathi ibuzwa kwabaphambili
Ngoba lendawo asilona ikhaya lakhe bo

Oh lilo eli phupha
Ngaliphiwa ngu mama
Oh lilo eli phupha
Ngaliphiwa ngu mama
Ndikumila kunjena
Ndiwiniwe ngu mama
Ndikumila kunjena
Ndiwiniwe ngu mama

Oh lilo eli phupha
Ngaliphiwa ngu mama
Oh lilo eli phupha
Ngaliphiwa ngu mama
Ndikumila kunjena
Ndiwiniwe ngu mama
Ndikumila kunjena
Ndiwiniwe ngu mama

Oh lilo eli phupha
Ngaliphiwa ngu mama
Oh lilo eli phupha
Ngaliphiwa ngu mama
Ndikumila kunjena
Ndiwiniwe ngu mama
Ndikumila kunjena
Ndiwiniwe ngu mama

Oh lilo eli phupha
Ngaliphiwa ngu mama
Oh lilo eli phupha
Ngaliphiwa ngu mama
Ndikumila kunjena
Ndiwiniwe ngu mama
Ndikumila kunjena
Ndiwiniwe ngu mama

Curiosidades sobre a música Iphupha de Zahara

Quando a música “Iphupha” foi lançada por Zahara?
A música Iphupha foi lançada em 2013, no álbum “Phendula”.

Músicas mais populares de Zahara

Outros artistas de Pop