Inameva

Inameva iyahlaba
Ndincede
Inameva iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva iyahlaba
Ndincede
Inameva iyahlaba

Nokuba lendlela imxinwa
Likhon'ithuba lam
Lokuthubeleza ndizofika
Ubomi bethu bahlukile
Kodw'ikhon'indawo esidibana kuyo

Inameva iyahlaba
Ndincede
Inameva iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva iyahlaba
Ndincede
Inameva iyahlaba

Vala amehlo akho
Ujonge ngentliziyo yakho
Siyafana sifun'intw'enye
Sifun'ukuphila
Zungandivaleli ithuba lam
Nelakho liyeza
Kukhw'induli eluhlaza
Engabiyelwanga

Inameva iyahlaba
Ndincede
Inameva iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva iyahlaba
Ndincede
Inameva iyahlaba

Mna ndimthebile
UMdali wezulu nomhlaba
Ngoba wasinika ubukhosi
Mna ndimthembile
Umdali wezulu nomhlaba
Ngoba zonk'impendulo zikuye

Inameva iyahlaba
Ndincede
Inameva iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva iyahlaba
Ndincede
Inameva iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze

Inameva iyahlaba
Ndincede
Inameva iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva iyahlaba
Ndincede
Inameva iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze

Ndizoguqa ndithandaze
Ndizoguqa ndithandaze
Ndizoguqa ndithandaze
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva iyahlaba

Curiosidades sobre a música Inameva de Zahara

Em quais álbuns a música “Inameva” foi lançada por Zahara?
Zahara lançou a música nos álbums “Country Girl” em 2015 e “Mgodi” em 2017.

Músicas mais populares de Zahara

Outros artistas de Pop