Bomibam

Bomi bam ndikhokhele ndifike kuwe
Bomi bam ndikhokele ndingadanizwe
Bomi bam ndikhokhele ndifike kuwe
Bomi bam ndikhokele ndingadanizwe

Uba zange unikezele ngawe
Ubumnyama buku gubungele
Uth'ujonge indlela ziyaphela
Uth'ujongi nkwenkwezi zimpendulo

Uba zange unikezele ngawe
Ubumnyama buku gubungele
Uth'ujonge indlela ziyaphela
Uth'ujongi nkwenkwezi zimpendulo

Bomi bam ndikhokhele ndifike kuwe
Bomi bam ndikhokele ndingadanizwe
Bomi bam ndikhokhele ndifike kuwe
Bomi bam ndikhokele ndingadanizwe

Uba zange uphuphe ngawe
Ngendlela endiphupha ngayo
Ucinge ngendlela endicinga ngayo
Uzivuselele

Uba zange uphuphe ngawe
Ngendlela endiphupha ngayo
Ucinge ngendlela endicinga ngayo
Uzivuselele

Bomi bam ndikhokhele ndifike kuwe
Bomi bam ndikhokele ndingadanizwe
Bomi bam ndikhokhele ndifike kuwe
Bomi bam ndikhokele ndingadanizwe

Bomi bam ndikhokhele ndifike kuwe
Bomi bam ndikhokele ndingadanizwe
Ndingadanizwe
Ndingadanizwe
Ndingadanizwe

Curiosidades sobre a música Bomibam de Zahara

Quando a música “Bomibam” foi lançada por Zahara?
A música Bomibam foi lançada em 2015, no álbum “Country Girl”.

Músicas mais populares de Zahara

Outros artistas de Pop