Bomi Endibaziyo

Amaxesha esphila kuwo o
Abantu abasazani
Sijongelana phantsi
Sikhohlwe bubuntu bethu
Abanye benza noma yini
Bazuze ilizwi labo
Ha ha bomi endibaziyo

Have you ever tried to reach for gold
In the rainbow's end
People always try to please the world
Loosing them selfs on the way
Right on these dark ages
Bomi endibaziyo
Right on these dark ages
Bomi endibaziyo

Mna andisoze
Ndikhohlwe ngenhlonipho yethu
Nezithethe he he he
Ndizophumelela
Mihla yam yolulwe emhlabeni
Ha ha ha ha ha haha
Right on these dark ages
Bomi endibaziyo

Have you ever tried to reach for gold
In the rainbow's end
People always try to please the world
Loosing them selfs on the way
Right on these dark ages
Bomi endibaziyo
Right on these dark ages
Bomi endibaziyo

Have you ever tried to reach for gold
In the rainbow's end
People always try to please the world
Loosing them selfs on the way
Right on these dark ages (hu hu huhuho)
Bomi endibaziyo
Right on these dark ages (hu hu huhuho)
Bomi endibaziyo

Right on these dark ages (hu hu huhuho)
Bomi endibaziyo
Right on these dark ages (hu hu huhuho)
Bomi endibaziyo

Curiosidades sobre a música Bomi Endibaziyo de Zahara

Quando a música “Bomi Endibaziyo” foi lançada por Zahara?
A música Bomi Endibaziyo foi lançada em 2013, no álbum “Phendula”.

Músicas mais populares de Zahara

Outros artistas de Pop