Bawo
Izithembiso zam
Insikelelo zam
Ubomi bam bukuwe
Kweli ilizwe kuyadidizela
Abanye baya ngale
Abanye baya ngale
Kubhelwa ngosemdiswa
Inzingo zininzi
Bawo ndizimisa kuwe (Liwa laphakade)
Bawo ndizimisa kuwe (Liwa laphakade)
Ithi ndithathe eli thuba
Ndicele kuwe ngayo yonk' into ngonyaka
Into ilele esandleni sakho
Bawo ndizimisa kuwe
Bawo ndizimisa kuwe (Liwa laphakade)
Bawo ndizimisa kuwe (Liwa laphakade)
Bawo ndizimisa kuwe (Liwa laphakade)
Bawo ndizimisa kuwe (Liwa laphakade)
Dwala lam msindisi wam (Ndizimisa kuwe)
Dwala lam msindisi wam (Ndizimisa kuwe)
Bawo ndizimisa kuwe (Liwa laphakade)
Bawo ndizimisa kuwe (Liwa laphakade)
Bawo ndizimisa kuwe (Liwa laphakade)
Liwa laphakade (Liwa laphakade)
Liwa laphakade Liwa laphakade