Ngoku

Vusi Nova

Kutheni ndinjena
Kutheni ndiziva olu hlobo
Uthando lunjena
Without you andikwazi kuphila
Usi sthandwa sam
Ungu muntu wam
Ngicelu hlale nam naphakade
Ngoba andiyo nto mna
Ngaphandle kwakho

Ndicel' undithande ngoku
Nangomso naphakade
Uzungandishiyi
Nangoba andiyonto mna
Ngaphandle kwakho
Ndicel' undithande ngoku
Nangomso naphakade
Uzungandishiyi
Ngoba andiyonto mna
Ngaphandle kwakho

Uzungandishiyi xandikudinga
Ngoba imizamo yam yonke
Ndiyenzela wena
Noma uqude lufika
Uzunga ndiyeki
Wena uzuqine uyiqonde
Ukuba ndingo wakho

Ndicel' undithande ngoku
Nangomso naphakade
Uzungandishiyi
Ngoba andiyonto mna
Ngaphandle kwakho
Ndicel' undithande ngoku
Nangomso naphakade
Uzungandishiyi
Ngoba andiyonto mna
Ngaphandle kwakho

Ndicel' undithande ngoku
Nagomso naphakade
Uzungandishiyi
Ngoba andiyonto mna
Ngaphandle kwakho
Ndicel' undithande ngoku
Nangomso naphakade
Uzungandishiyi
Ngoba andiyonto mna
Ngaphandle kwakho

Curiosidades sobre a música Ngoku de Vusi Nova

Quando a música “Ngoku” foi lançada por Vusi Nova?
A música Ngoku foi lançada em 2018, no álbum “Manyan-Nyan”.

Músicas mais populares de Vusi Nova

Outros artistas de Pop