Nonzwakazi

Luphindo Ngxanga, Ntsika Ngxanga, Buhlebendalo

Nonzwakazi
Inoba uyazi
Ndikuthulela umnqwazi
Ubuhle bakho bundigqiba amazwi

Nonzwakazi
Inoba uyazi
Ndikuthulela umnqwazi
Ubuhle bakho bundigqiba amazwi

Ekhaya bakubonile nyhani
Bakubonile ngawe
Bandibuzile ndimamele
Nonzwakazi ndikuthandile
Ndibona mna nawe Nonzwakazi sesitshatilehe

Ekhaya bakubonile nyhani
Bakubonile ngawe
Bandibuzile ndimamele
Nonzwakazi ndikuthandile
Ndibona mna nawe Nonzwakazi sesitshatile

Hay ubuhle bakho Nonzwakazi
Benze ndoda ithuke ingazazi
Hayi ugcwele ingcina zalomjita
Mbelukazi mna ndiyazfela
Ndibona sitshatile mna nawe
Ndibona sinosapho mna nawe
We Nonzwakazi sthandwa sam
Thatha nalo lwakho
Nalu thando lwami

Ekhaya bakubonile nyhani
Bakubonile ngawe
Bandibuzile ndimamele
Nonzwakazi ndikuthandile
Ndibona mna nawe Nonzwakazi sesitshatile

Ekhaya bakubonile nyhani
Bakubonile ngawe
Bandibuzile ndimamele
Nonzwakazi ndikuthandile
Ndibona mna nawe Nonzwakazi sesitshatile

Kantu nje ma uvuyile
Amehlo avela agcwalu thando
Kantu nje xa uvuyile
Uncumo lwakho lutsho ngaphakathii
Nonzwakazi ndikuthandile
Nyhani ndikuthandile
Ndibona mna nawe sesitshatile
Ixesha lifikile kudala ndilindile
Nozwakazi kudala ndikulindile

Ekhaya bakubonile nyhani
Bakubonile ngawe
Bandibuzile ndimamele
Nonzwakazi ndikuthandile
Ndibona mna nawe Nonzwakazi sesitshatile

Ekhaya bakubonile nyhani
Bakubonile ngawe
Bandibuzile ndimamele
Nonzwakazi ndikuthandile
Ndibona mna nawe Nonzwakazi sesitshatile

Aow ubuhle obungaka
Ndakwethelwa ngabadala helele
Please utshele ubaba nomama
Awhuu sengifuna ukukuthsata helele
Nonzwakazi helele

Nonzwakazi
Inoba uyazi
Ndikuthulela umnqwazi
Ubuhle bakho bundigqiba amazwi
Nonzwakazi
Inoba uyazi
Ndikuthulela umnqwazi
Ubuhle bakho bundigqiba amazwi

Músicas mais populares de The Soil

Outros artistas de Gospel