Amazw' Amnandi (Honey Be My Honey Bee) - Remastered
Vuman'ingom'emandi
Nitsho ngamazw'amnandi
Vuma, vumani nonke
Nindikhumbuz'uBawo
Nindikhumbuz'uMama
Vuma, vumani nonke
Zitsh'iintombi zintle
Zitsho ngamazw'amhlophe
Zitsho, zitsho kamandi
Phula, phulaphulani
Niv'ingoma emnandi
Vuma, vumani nonke
Vuman'ingom'emandi
Nitsho ngamazw'amnandi
Vuma, vumani nonke
Nindikhumbuz'uBawo
Nindikhumbuz'uMama
Vuma, vumani nonke
Zitsh'iintombei zintle
Zitsho ngamazw'amhlophe
Zitsho, zitsho kamandi
Phula, phulaphulani
Niv'ingoma emnandi
Vuma, vumani nonke
To doop, to do do
To doop, to do do
To doop, to do do
To doop, to do do
To doop, to do do
To doop, to do do
To doop, to do do
To doop, to do do
To doop, to do do
To doop, to do do
To doop, to do do
To doop, to do do
To doop, to do do
To doop, to do do
To doop, to do do
To doop, to do do
Vuman'ingom'emandi
Nitsho ngamazw'amnandi
Vuma, vumani nonke
Nindikhumbuz'uBawo
Nindikhumbuz'uMama
Vuma, vumani nonke