Ngaphandle Kwakho

Uyihuyi huyihuyihuyi
Uyihuyi huyihuyihuyi yhe

Ngaphandle kwakho
Mna andinanto ndiyize
Ndicela kuhlale kunjena
Ndimi ngaphambi kwakho
Mna andinanto ndiyize
Ndicela kuhlale kunjena

Wehluka wedwa nje ntombi yam
Ndiqala ukuyibona inzwakazi enjengawe
Hayi abasekho abantu aba njengawe
Ndiyabulela ithamsanqa ngelam
Wehluka wedwa ntombi yam
Ndiqala ukuyibona inzwakazi enjengawe
Hayi abasekho abantu aba njengawe
Ndiyabulela ithamsanqa ngelam

Kukho into ethi
Aph'emhlabeni
Uthando yimali
Ho ndiyala hayi andiyingeni londaba hayi hayi
Ngob'ungowam
Kukho into ethi
Aph'emhlabeni
Uthando yimali
Oh ndiyala hayi andiyingeni londaba hayi hayi
Ngob'ungowam ungowam

Ngaphandle kwakho
Mna andinanto ndiyize
Ngoba undithanda ndinje
Ndimi ngaphambi kwakho
Mna andinanto ndiyize
Ndicela kuhlale kunjena

Wehluka wedwa nje ntombi yam
Ndiqala ukuyibona inzwakazi enjengawe
Hayi abasekho abantu abanjengawe
Ndiyabulela ithamsanqa ngelam
Wehluka wedwa ntombi yam
Ndiqala ukuyibona inzwakazi enjengawe
Hayi abasekho abantu abanjengawe
Ndiyabulela ithamsanqa ngelam

Kukho into ethi
Aph'emhlabeni
Uthando yimali
Ho ndiyala hayi andiyingeni londaba hayi hayi
Ngob'ungowam
Kukho into ethi
Aph'emhlabeni
Uthando yimali
Oh ndiyala hayi andiyingeni londaba hayi hayi
Ngob'ungowam
Uh uh uh uh uhh

Baby wam baby wam
Oh ndinje eh hey nguwe awu

Ungazu undiyeke sana lwam
Ungazu undilahle sthandwa sam
Ntando wabantu iha

Ngaphandle kwakho
Andinanto ndiyize
Ngoba undithanda ndinje
Ndimi ngaphambi kwakho
Mna andinanto ndiyize
Ndicela kuhlale kunjena

Wedwa ntombiyam
Ndiqala ukuyibona inzwakazi enjengawe
Hayi abasekho abantu abanjengawe
Ndiyabulela ithamsanqa ngelam

Músicas mais populares de Ntando

Outros artistas de Reggae music