Woza

Hugh Ramapolo Masekela

Woza sithandwa
Woza sihlale ngovuyo
Woza sithandwane sam
Woza sihlale ngovuyo

Jonga izinhlupheko zethu
Oomama nanoBabe bayalila mama
Woza sithandane sami
Woza sihlale ngovuyo

Kudala sizama ukuthi buyela kum
Kodw'andazi mna kwala phi na
Simbathe sithi noba sithi dud'ungowam
Kodwa amaxesha alikhuni woh

Woza sithandwa
Woza sidlale ngovuyo
Woza sithandwane sam
Woza sihlale ngovuyo

Kudala sizama ukuthi buyela kum
Kodw'andazi mna kwala phi na
Simbathe sithi noba sithi dud'ungowam
Kodwa amaxesha alikhuni woh

Woza sithandwa
Woza sidlale ngovuyo
Woza sithandwane sam
Woza sidlale ngovuyo

Oh ndiyavuya
Xa ukhoyo

Curiosidades sobre a música Woza de Miriam Makeba

Quando a música “Woza” foi lançada por Miriam Makeba?
A música Woza foi lançada em 1965, no álbum “Makeba Sings”.
De quem é a composição da música “Woza” de Miriam Makeba?
A música “Woza” de Miriam Makeba foi composta por Hugh Ramapolo Masekela.

Músicas mais populares de Miriam Makeba

Outros artistas de World music