Uthando Luyaphela [The Skylarks]

Dal'uzohamba
Dal'uzobuya
Dal'uzohamba ud'ubuye

Dal'uzohamba
Dal'uzobuya
Dal'uzohamba ud'ubuye

Mama loluthando luyaphela (Thando luyaphela)
Luyafana neCigarrette (Fana neCigarette)
Mama loluthando luyaphela (Thando luyaphela)
Luyafana neCigarrette (Fana neCigarette)

Tyhini ndihlutshwa (Nguwe, nguwe)
Tyhini ndihlutshwa (Nguwe sithandwa sam)
Tyhini ndihlutshwa (Nguwe, nguwe)
Tyhini ndihlutshwa (Nguwe sithandwa sam)

Ndizokhala (Zome iinyembezi)
Ndizokhala (Zome sithandwa sam)
Ndizokhala (Zome iinyembezi)
Ndizokhala (Zome sithandwa sam)

Hayi yaya ho ayi (Ntab'ezikude)
Hayi yaya ho ayi (Khumbuz'uLovey wam)
Hayi yaya ho ayi (Ntab'ezikude)
Hayi yaya ho ayi (Khumbuz'uLovey wam)

Mama loluthando luyaphela (Thando luyaphela)
Mama luyafana neCigarette (Fana neCigarette)
Mama loluthando luyaphela (Thando luyaphela)
Luyafana neCigarette (Fana neCigarette)

Tyhini ndihlutshwa (Nguwe, nguwe)
Tyhini ndihlutshwa (Nguwe sithandwa sam)
Tyhini ndihlutshwa (Nguwe, nguwe)
Tyhini ndihlutshwa (Nguwe sithandwa sam)

Ndizokhala (Zome iinyembezi)
Ndizokhala (Zome sithandwa sam)
Ndizokhala (Zome iinyembezi)
Ndizokhala (Zome sithandwa sam)

Hayi yaya ho ayi (Ntab'ezikude)
Hayi yaya ho ayi (Khumbuz'uLovey wam)
Hayi yaya ho ayi (Ntab'ezikude)
Hayi yaya ho ayi (Khumbuz'uLovey wam)

Mama loluthando luyaphela (Thando luyaphela)
Tyhini luyafana neCigarette (Fana neCigarette)
Mama loluthando luyaphela (Thando luyaphela)
Tyhini luyafana neCigarette (Fana neCigarette)

Curiosidades sobre a música Uthando Luyaphela [The Skylarks] de Miriam Makeba

Quando a música “Uthando Luyaphela [The Skylarks]” foi lançada por Miriam Makeba?
A música Uthando Luyaphela [The Skylarks] foi lançada em 2012, no álbum “Pata Pata - Best Of Vol. 1”.

Músicas mais populares de Miriam Makeba

Outros artistas de World music