Laku Tshone Llanga [Teya 2]
Lakutshon'ilanga
Zakubuy'inkomo
Ndakucinga ngawe
Lakutshon'ilanga
Yakuvel'inyanga
Phesheya kolwandle
Buya uz'ekhaya
Lakutshon'ilanga
Ndohamba ndikufuna
Ezindlini nasezitratweni
Ezibhedlela etrongweni
Ndide ndikufumane
Yakuvel'inyanga
Phesheya kolwandle
Zakubuy'iintaka
Lakutshon'ilanga
Lakutshon'ilanga
Zakubuy'inkomo
Ndakucinga ngawe
Lakutshon'ilanga
Yakuvel'inyanga
Phesheya kolwandle
Zakubuy'iintaka
Lakutshon'ilanga