Kutheni Sithandwa

Kutheni sithandwa
Undijonga undigqitha nje?
Kutheni sithandwa
Undijonga undigqitha nje?

Kutheni sithandwa
Undigqith'ungandibulisi heh (Undijonga undigqitha nje?)
Kutheni sithandwa
Undigqith'ungandibulisi heh (Undijonga undigqitha nje?)

Sithandana, sibulisana
Singagqithani nxa sidiban'estalatweni
Kutheni sithandwa ndenzeni na?

Curiosidades sobre a música Kutheni Sithandwa de Miriam Makeba

Em quais álbuns a música “Kutheni Sithandwa” foi lançada por Miriam Makeba?
Miriam Makeba lançou a música nos álbums “South Africa's Skylark: Classic & Rarities” em 2010, “Make Us One” em 2013 e “Phata Phata” em 2015.

Músicas mais populares de Miriam Makeba

Outros artistas de World music