Hamba Naye
Hamba nam weh sithando
Siyobona abazali
Hamba nam weh sithando
Siyobona abazali
Sibhek'eMzimkhulu
Phesheya kwezontaba
Sibhek'eMzimkhulu
Phesheya kwezontaba
Hamba nam weh sithando
Siyobona abazali
Hamba nam weh sithando
Siyobona abazali
Sibhek'eMzimkhulu
Phesheya kwezontaba
Sibhek'eMzimkhulu
Phesheya kwezontaba
Bayabuy'oomame
Xa singen'emakhayeni
Bayabuy'oomame
Xa singen'emakhayeni
Hamba nami weh sithando
Ndiliwela elogqili
Ngathi sendiyabona mna
Ndiliwela elogqili
Ndibhek'eMzimkhulu
Phesheya kwezontaba
Ndibhek'eMzimkhulu
Phesheya kwezontaba
Hamba nami weh sithando
Ndiliwela elogqili
Hamba nam weh sithando
Ngiyobona abazali
Siyobona abazali
Ndiyobona abazali