Zimkile

Zimkile iinkomo
Mama ndofika nini na?
Zimkile iigusha
Oh mama ndofika nini na?

Zimkile mama, zimkile mama
Kunye nezizwe
Oh mama ndofika nini na?

Zimkile mama
Kunye nezinja
Mama ndofika nini na?

Zimkile mama, zimkile mama
Nditsho nezinja
Ah mama ndofika nini na?

Zimkile mama, zimkile mama
Nditsho nezinja
Ah mama ndofika nini na?

Lakhal'iqhude
Limkil'ixesha babo
Vukani mawethu
Sanulala

Oh vukani mawethu
Vukani mawethu yeh
Vukani mawethu yeh, yeh, yeh

Khawuphinde
Oh khawuphinde
Khawuphinde
Ndithi khawuphinde

Thina sofika nini na?
Thina sofika nini na?
Thina sofika nini na?
Thina sofika nini na?

Khawuphinde
Ndithi khawuphinde
Ndithi khawuphinde babo
Yele khawuphinde

Thina sofika nini na?
Ah kudala semk'ekhaya mawethu
Kudala, kudala, kudala

Curiosidades sobre a música Zimkile de Letta Mbulu

Quando a música “Zimkile” foi lançada por Letta Mbulu?
A música Zimkile foi lançada em 1999, no álbum “Greatest Hits”.

Músicas mais populares de Letta Mbulu

Outros artistas de African jazz