Ndenzel' Uncedo Hymn 377 [Live]

Hlala, ho hlala nami
Litshonil'ilanga
Ubusuku bufikile Nkosi

Mandi, mandingasali
Ndingenay'uMncedi
Ndenzel', ndenzel'uncedo ngokuhlala nam

Hlala nami Baba, hlala nami (Hlala, ho hlala nami)
Litshonile (Litshonil'ilanga)
Ubusuku, ubusuku (Ubusuku bufikile Nkosi)

Baba mandingasali, mandingasali (Mandi, mandingasali)
Ndingenay'uMncedi (Ndingenay'uMncedi)
Ndenzele, ndenzele nami (Ndenzel', ndenzel'uncedo ngokuhlala nam)

Hlala nami Baba (Hlala, ho hlala nami)
Litshonil'ilanga (Litshonil'ilanga)
Nabu nobusuku, ubusuku (Ubusuku bufikile Nkosi)

Hayibo mandi, mandingasali mina (Mandi, mandingasali)
Ndingenay'e (Ndingenay'uMncedi)
Ndenzele, ndenzele nami (Ndenzel', ndenzel'uncedo ngokuhlala nam)

Nkosi ndenzele, ndenzele nami (Ndenzel', ndenzel' uncedo ngokuhlala nam)
Bawo ndiyacela (Ndenzel', ndenzel'uncedo ngokuhlala nam)

Buya, buyakhawuleza obu bomi bami
Ndiya, ndiyashiywa zezomhlaba izinto
Mna ndibona iiguquleko, iiguquleko zodwa
Wen'ongaguquki, ohlala nam

Tyhini ndenzele, ndenzele (Ndenzel', ndenzel'uncedo ngokuhlala nam)
Bawo ndiyacela (Ndenzel', ndenzel'uncedo ngokuhlala nam)
Usizo lonke luvela kuwe (Ndenzel', ndenzel'uncedo ngokuhlala nam)

Ndifunuk'ncedwa nguwe (Ndenzel', ndenzel'uncedo ngokuhlala nam)
Nkosi ndenzele (Ndenzel', ndenzel'uncedo ngokuhlala nam)
Hlala, hlala, hlala (Ndenzel', ndenzel'uncedo ngokuhlala nam)
Aw ndiyacela Bawo (Ndenzel', ndenzel'uncedo ngokuhlala nam)

(Ndenzel', ndenzel'uncedo ngokuhlala nam)
(Ndenzel', ndenzel'uncedo ngokuhlala nam)
(Ndenzel', ndenzel'uncedo ngokuhlala nam

Músicas mais populares de Joyous Celebration

Outros artistas de Gospel