Ndaza [Live]

MKHIZE, TWANI, B Twani, Lindelane Mkhize

Zisithi haleluya
Usindiso nozuko
Nembeko namandla
Ngawe Nkos'uThixo wethu

Zisithi haleluya
Usindiso nozuko
Nembeko namandla
Ngawe Nkos'uThixo wethu

Ndaza emva koko
Ndeva sanga sisandi
Esikhulu sesihlwele
Esikhulu emazulwini

Oh ndaza mna emava koko
Ndeva sanga sisandi
Esikhulu sesihlwele
Esikhulu emazulwini

Zisithi haleluya (Zisithi haleluya)
Usindiso lonke (Usindiso)
Uzuko nembeko (Nozuko)
Uzuko, nembeko, namandla (Nembeko)
Imbeko namandla (Namandla)
Amandla ngawakho Nkosi (Ngawe Nkos'uThixo wethu)

Zisithi iingelosi kuwe (Zisithi haleluya)
Usindiso lolwakho (Haleluya)
Uzuko nembeko silunika wena (Usindiso)
Uzuko nembeko (Nozuko)
Amandla ngawakho Somandla (Nembeko)
Amandla ngawakho (Namandla)
Amandla ngawakho, ngawakho Nkosi (Ngawe Nkos'uThixo wethu)

Awa amadoda amakhulu
Angamashumi amabili
Ana mane nezinto zonke, nezinto zonke eziphilileyo

Ndithi awa amadoda amakhulu
Angamashumi amabili
Ana mane nezinto zonke, nezinto zonke eziphilileyo

Zisithi iingelosi kuwe (Zisithi)
Usindiso lolwakho (Haleluya)
Imbeko siyinika wena (Usindiso)
Uzuko nembeko namandla (Nozuko)
Imbeko namandla wona (Nembeko)
Imbeko namandla ngawakho (Namandla)
Ngawakho Nkosi, ngawakho Nkosi (Ngawe Nkos'uThixo wethu)

Zisithi iingelosi kuwe (Zisithi)
Zikhothama kuwe (Haleluya)
Zithi wena unguBayede (Usindiso)
Akekh'onje ngawe (Nozuko)
Bayethe kuwe Somandla (Nembeko)
Imbeko ikufanele (Namandla)
Imbeko ikufanele, amandla ngawakho (Ngawe Nkos'uThixo wethu)

Amen, amen, amen, amen (Zisithi)
Amen, amen, amen, amen (Amen, amen, amen)
Oh haleluya, oh haleluya (Amen haleluya)

Uthando lwakho unalo Somandla (Zisithi)
Uthando lonke lwakho, alufani nolwabantu (Amen, amen, amen)
Olwabantu luyaphela (Amen haleluya)

Olwakho wabethelwa ngalo emqamlezweni (Zisithi)
Zisithi haleluya, haleluya (Amen, amen, amen)
Oh haleluya (Amen haleluya)

Curiosidades sobre a música Ndaza [Live] de Joyous Celebration

De quem é a composição da música “Ndaza [Live]” de Joyous Celebration?
A música “Ndaza [Live]” de Joyous Celebration foi composta por MKHIZE, TWANI, B Twani, Lindelane Mkhize.

Músicas mais populares de Joyous Celebration

Outros artistas de Gospel