Eazy (Feat. DJ Khao)
Shine ntombazane,
Kodwa wenza kakhulu
Shy intombazane
Kodwa wenza kakhulu
Fak'izaza sana soba bhudubhudula
Sobabhudubhudula
Jika ujonge ujuli iminwanwa phezulu
Minwanwa phezulu, minwanwa phezulu
Good times we crave them
Sit me down and make it rain
When you are talking it must be plain
Let's go down to the ATM, make it eazy
Eazy, eazy, eazy, eazy
Iiiiiiilula lento iiiiiilula lento
Easy, eeeeazy, eazy eeeazy
Fak'imali ka baby mama ungamcishi
(faka faka faka faka)
Fak'imali Kamashonisa ungamzibi
(khokha khokha khokha)
Fak'imali yegirl ikhona
Bese uyabakhomba chomi uyabakhomba
Bese uyabakhomba chomi uyabakhomba
Easy, easy, easy, iiiiiiiilula lento
Iiiiiilula lento
Eazy, eeeeeeazy eazy eeeeazy