ndikhale

Tiago Correia-Paulo

Ngaba nyani na
Undilibele
Kudala ndihleli
Ndihlel’ emlindweni

Ngaba nyani na
Undilibele
Kudala ndihleli
Ndihlel’ emlindweni

Ngaba nyani na
Undilibele
Kudala ndihleli
Ndihlel’ emlindweni

Ngaba nyani na
Undilibele
Kudala ndihleli (Kudala ndihleli)
Ndihlel’ emlindweni (Ndihlel’ emlindweni)

Xa undibhanxa (Xa undibhanxa)
Uhlekisa ngami (Uhlekisa ngami)
Kumele ndivume (Kumele ndivume)
Andiyonto mna (Andiyinto mna)

Ngaske ndikhale, ndikhale
Ndikhale ndingaze ndiyeke
Ngaske ndilile, ndilile
Ndilile ndingaze ndiyeke

Ngaba nyani na (Ngaba nyani na)
Undilibele (Undilibele)
Kudala ndihleli (Kudala ndihleli) Zumxelele
Ndihlel’ emlindweni (Ndihlel’ emlindweni) Zumxelele

Ngaba nyani na
Undilibele
(Bendilapha) Kudala ndiqhleli
(Bendilapha) Ndihlel’ emlindweni

Walil’ umntwanana
Elilel’ unina wakhe
Wamthatha wambek’ esifubeni sakhe
Wathi thula sana lwam
Wathi thula sana lwam

Walil’ umntwanana
Elilel’ unina wakhe
Wamthatha wambek’ esifubeni sakhe
Wathi thula sana lwam
Wathi thula sana lwam

Músicas mais populares de Bongeziwe Mabandla

Outros artistas de African music