The Journey

ALIAUNE THIAM, ANTHONY LAWSON

Babesethi
Babesethi
Iyohhh
Babesethi
Babesethi
Iyohhh

Babesethi
Into yethu, Iyo khawlez'iphele
Babeyijonge ngamany'amehlo
(Oh)
Oh, Kodwa baphoqekile
Ngoba, Ngoba, Ngoba
Uthando lwami nawe
Alehlulwa izintetho, No

Babesibalel'iminyaka
Babesibalel' iintsuku
Babesibalel' iiveke
Babesibalel'into yonke

Babesethi, Babesithi
Babesithi, Woh

Kanti, Kanti, Kanti
Kanti, Kanti
Uthando lwam mina nawe
Alehluhwa
Lakwehlulwa izintethema

Iyohhh
Zimbi bi
Zimbi bi
Uwe wedwa, Awusekho
Zimbi bi
Zimbi bi
Uwe wedwa, Awusekho

Zimbi bi
Zimbi bi
Uwe wedwa, Awusekho
Zimbi bi
Iyohhh

Babeqing' abafan' ukuba
Ndizaba qelel'into ephakathi kwenhliziyo yam
Andibajonga ncence
Babeth'emva kwendlu

Iyoh
Iyoh, Iyoh, Iyoh, Iyoh
Babeqing' abafana
Ndizakunqokola nabo
Ndibacelele into yok'ba woh
Yaz ndiyak'thanda sisi na ngalolo hlobo

Thando lwam nene awulona, Lakuhlula
Lakwehlula, Lakwehluhla lakwehlula
Lakwehluhlwa, Se ndiyi thongo

Iyoh Iyoh Iyoh
Thando endinalo ngawe sthandwa sami
Aluthando uze ngodumo

Zimbi bi
Zimbi bi
Uwe wedwa, Awusekho
Zimbi bi
Zimbi bi

Zimbi bi
Zimbi bi
Uwe wedwa, Awusekho
Zimbi bi
Zimbi bi

Zimbi bi
Zimbi bi
Uwe wedwa, Awusekho

Uwe wedwa, Awusekho
Zimbi bi
Zimbi bi
Zimbi bi

Kumkani ka kumkani
Wena nguwe wedwa endimbonayo ngala wam' amehlo (Zimbi bi)
Zimbi bi
Uwe wedwa, Awusekho (Zimbi bi)

Músicas mais populares de Black Motion

Outros artistas de House music