Ndikhethe Wena

AMANDA FAKU, BUBELE BOOI, DAVID BALSHAW

Mmm aah yelele aah
Mmm aah mmm aaah
Mmm

Ndandihleli ndendwa
Wazoncuma nam'
Ndathatheka zibekwa
Ndithand' ubuhle bakho baby
Ndiyababona bonke
Akekho ofana nawe
Usis'phiwo kum'

Kubo bonke
Ndikhethe wena (Ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)

Ebumnyameni
Ndimamele inthliziyo yami
Inombuzo uthi, ungandonwabisa?
Ubomi bami bonke ndifunana nomuntu onguwe
Bendiphelelwe lithemba
Kwakhanya ngawe

Kubo bonke
Ndikhethe wena (Ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)
Kubo bonke
Ndikhethe wena (Ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)

Aaha ndihlele nawe
Amehlo wakho agcwele uthando (Agcwele uthando)

Kubo bonke s'thandwa sami
Ndikhethe wena (Ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)
Kubo bonke (abantu, ndikhethe wena)

Mmm aah yelele ah mmm
Aah mmm aah
Mmm

Músicas mais populares de Ami Faku

Outros artistas de Contemporary R&B